Genesis 48:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abantwana bako, oya kubazala emva kwabo, boba ngabako; baya kubizwa ngegama labazalwana babo elifeni labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke othe wabazala emva kwabo, baya kuba ngabakho; baya kubizwa ngokwegama labazalwana babo elifeni labo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakho oya kubazala emva kwabo baya kuba ngabakho yaye baya kubizwa ngegama labazalwana babo elifeni labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa uthe wazala nyana bambi, abo ke abayi kuba ngabam. Elabo ilifa bolizuza ngoManase noEfrayim.