Genesis 48:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Sirayeli ebona onyana baka‐Josefe, wati: Bangobanina aba?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USirayeli wababona oonyana bakaYosefu, wathi, Ngoobani na aba?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSirayeli wababona oonyana bakaYosefu, wathi, Ngoobani na abo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uSirayeli akubona oonyana bakaJosefu: “Ngoobani la makhwenkwe?”