Genesis 49:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waebona indawo yokupumla ukuba ilungile, nelizwe ukuba limnandi; wandula watoba igxalaba lake ekutwaleni, wanikela ngenkonzo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakubona ukuphumla ukuba kulungile, Nelizwe ukuba limnandi; Igxalaba lakhe walithobela ukuthwala, waba ngumsebenzi ofakwa uviko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wabona ukuba ukuphumla kulungile kwaye ihlabathi limnandi; Wagoba igxalaba ukuba athwale, waba ngumbuthi werhafu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke weva ukuba kumnandi ukubuthuma, nelizwe liyaphumza. Yintw' egob' umqolo, ithwalisw' imithwalo, intw' enyanzelwa okwesicaka emsebenzini.