Genesis 49:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Gadi iqela liya kumwela; kanti uya kuwela abasemva yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UGadi ungenelwa ngamatutu, Ke yena uwangenela ezithendeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uGade, liqela lezaphuli-mthetho eziya kumoyisa, kodwa ekugqibeleni uya koyisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UGadi yena uya kuhlaselwa liqela lezihange, kodwa wojika aziswantsulise.