Genesis 49:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Benjamine uya kuqwenga njeng encu̔ka: kusasa wodla okubanjiweyo, nangokuhlwa uya kwaba okutinjiweyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UBhenjamin yingcuka eqwengayo; Kusasa uya kudla okuphangiweyo, Ngokuhlwa uya kwaba okuthinjiweyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBhenjamin uqwenga njengengcuka; kusasa uya kudla okuphangiweyo, ebusuku abelane okuphangiweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UBhenjamin lithole lengcuka elinoburhalarhume. Kusasa uqwenga ixhoba; ngokuhlwa waba okuphangiweyo.”