Genesis 49:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
emqolombeni osentsimini yase‐Makapela, epambi kwe‐Mamre, elizweni le‐Kanane, lowo wawutengayo u‐Abrahame kunye nentsimi ka‐Hefrone um‐Hete, ube yimfuyo yendawo yokuncw̔aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
emqolombeni osentsimini yaseMakapela, ophambi kowakwaMamre, ezweni lakwaKanan, awawuthengayo uAbraham ndawonye nentsimi kuEfron umHiti, ukuba abe nendawo eyiyeyakhe yokungcwaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
emqolombeni nakwintsimi yaseMakapela, ekufuphi kwaMamre, ezweni lakwaKanan, awawuthengayo uAbraham ndawonye nentsimi kuEfron umHeti, ukuba abe yindawo yokungcwaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
eMakapela ngasempumalanga yeMamre eKanana. Loo mqolomba wathengwa nguAbraham kuEfron ukuze kungcwatyelwe kuwo.