Genesis 49:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
upupuma nje njengamanzi, akuyi kudlulisela; ngokuba ubunyukela esililini soyihlo wako; wandula ukusinco̔lisa: wenyuka yena pezu kwomandlalo wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uxhaphazelayo njengamanzi, akusayi kuba ncamisa kunje; Kuba wenyukayo waya esililini sikayihlo, Wangcolisa oko, wenyuka waya emandlalweni wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe waguquguquka njengamanzi, akusayi kuba ncamisa kunje; kuba unyuke waya esililini sikayihlo; uze uyihlambele; wenyuka waya ebhedini yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke akasayi kutshatshela. Yintw' efan' igqabhuke okomsinga wamanzi, kuba yangena iqadi likayise, yasixabhel' isilili soyise.