Genesis 49:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mauqalekiswe ingqumbo yabo, ngokuba ibujoṙa; kwa nomsindo wabo, ngokuba ulukuni: ndiya kubahlulahlula kwa‐Yakobi, ndibati sa kwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uqalekisiwe umsindo wabo, ngokuba unobungcwangu:Ukuphuphuma kwabo umsindo, ngokuba unzima. Ndiya kubachithachitha kwaYakobi, Ndibaphangalalise kwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uqalekisiwe umsindo wabo, ngokuba unobungcwangu: nomsindo wabo, ngenxa yokuba wawukhohlakele: Ndiya kubahlula kwaYakobi ndize ndibachithachithe kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Linelishw' iphuku labo, kuba liyankwantyisa; unelishw' umsindo wabo, kub' ukhohlakele. Bona ndobabhacisa kulo lonke elakwaYakobi, babe ziintsalu kwelakwaSirayeli.