Genesis 49:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Juda! wena abazalwana bako bokudumisa; isandla sako soba sentanyeni sentshaba zako; baya kuziqubuda pambi kwako onyana boyihlo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yuda, abazalwana bakho baya kukudumisa, Isandla sakho sibe sentanyeni yeentshaba zakho; Baya kuqubuda kuwe oonyana bakayihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yuda, nguwe oya kubancoma abazalwana bakho; isandla sakho sibe sezintanyeni zeentshaba zakho; Oonyana bakayihlo baya kuqubuda kuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“UJuda yintw' edunyiswa ngamawayo; yintw' ezithe xhakamfu ngesixhanti iintshaba zayo, intw' ekhahlelwayo ngabantakwayo.