Genesis 5:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NASI isibalelwa sezizukulwana zika‐Adame. Emhleni utixo wamdala umntu, wamenza ngemfuzo katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo le incwadi yenzala ka-Adam. Mhlana uThixo wamdala umntu, wamenza ngokufana noThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo le incwadi yezizukulwana zika-Adam. Mhla uThixo wamdala umntu, wamenza ngokomfanekiselo kaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga amagqabantshintshi ngoAdam. (Kaloku uThixo ukudala kwakhe abantu, wabenza bafana naye.