Genesis 5:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Enoshe wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Kenane, iminyaka yamakulu asibozo aneshumi linesihlanu, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEnoshe wahlala emveni kokuzala kwakhe uKenan iminyaka emakhulu asibhozo anashumi-nye linamihlanu; wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuzala kwakhe uKenan, uEnoshe wahlala iminyaka engamakhulu asithoba anamazinyo alishumi elinesihlanu, waza wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhleli amakhulu asibhozo aneshumi elinesihlanu, wazala nabanye abantwana.