Genesis 5:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Kenane wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Mahalalele, iminyaka yamakulu asibozo anamashumi mane, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UKenan wahlala emveni kokuzala kwakhe uMahalaleli iminyaka emakhulu asibhozo anamanci mane: wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuzala uMahalalele, uKenan waphila iminyaka engamakhulu asibhozo anamashumi amane waza wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahlala amakhulu asibhozo namashumi mane; wazala abanye abantwana.