Genesis 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke imihla ka‐Kenane ibiyiminyaka ingamakulu alitoba aneshumi linye; wada wafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iyonke imihla kaKenan yaba yiminyaka emakhulu asithoba, aneminyaka elishumi; wafa ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iyonke imihla kaKanan yaba yiminyaka emakhulu asithoba anashumi-nye; wafa ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena ubhubhe enamakhulu asithoba aneshumi leminyaka ubudala.