Genesis 5:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Yeredi iminyaka yalikulu elinamashumi matandatu anesibini, waza wamzala u‐Enoki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYerede wahlala iminyaka elikhulu elinamanci mathandathu anamibini, wazala uEnoki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYerede waphila iminyaka elikhulu elinamashumi amathandathu anesibini, waza wazala uEnoki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJerede wayeneminyaka elikhulu elinamashumi amathandathu anambini ukuzala kwakhe unyana wakhe uInoki.