Genesis 5:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabadala indoda nomfazi, wabatamsanqela, wababiza ngegama elingumntu, ngomhla wokudalwa kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wadala indoda nenkazana, wabasikelela, wabathiya igama elinguAdam, mhlana wabadala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wadala indoda nenkazana; wabasikelela, wababiza ngokuba nguAdam ngomhla wokudalwa kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wadala indoda nomntu obhinqileyo, wabathamsanqelisa, wathi bangabantu.)