Genesis 5:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Enoki wahamba notixo, emveni kwokuzala kwake u‐Metushela, iminyaka yamakulu matatu, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEnoki wahamba noThixo, emveni kokuzala kwakhe uMethusela, iminyaka emakhulu mathathu; wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEnoki wahamba noThixo emveni kokuzala kwakhe uMethusela iminyaka emakhulu mathathu, wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uInoki wahlala amakhulu amathathu eminyaka edlelana noThixo. Uphinde wanabanye abantwana.