Genesis 5:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Enoki wahamba notixo; wada akabi sabiko, ngokuba utixo emsusile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEnoki wahamba noThixo; akabakho, ngokuba uThixo wamthabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEnoki wahamba noThixo, akabakho; ngokuba uThixo wamthabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayesoloko enobudlelane noThixo ngalo lonke elo xesha. Kamva ke wathi shwaka akaziwa apho akhoyo, kuba wayethathwe nguThixo.