Genesis 5:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Metushela wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Lameki, iminyaka yamakulu asixe̔nxe anamashumi asibozo enamibini, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMethusela wahlala emveni kokuzala kwakhe uLameki iminyaka emakhulu asixhenxe anamanci asibhozo anamibini; wazala oonyana eneentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMethusela wahlala emveni kokuzala kwakhe uLameki iminyaka emakhulu asixhenxe anamanci asibhozo anamibini, wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahlala amakhulu asixhenxe anamashumi asibhozo anambini. Wazala nabanye abantwana.