Genesis 5:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yonke imihla ka‐Metushela ibiyiminyaka ingamakulu alitoba anamashumi matandatu anesitoba; wada wafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iyonke imihla kaMethusela yaba yiminyaka emakhulu asithoba, anamanci mathandathu anesithoba; wafa ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iyonke imihla kaMethusela yaba yiminyaka emakhulu asithoba, anamanci mathandathu anesithoba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhubha emakhulu asithoba namashumi mathandathu anesithoba ubudala.