Genesis 5:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Lameki iminyaka yalikulu elinamashumi asibozo enesibini, waza wazala unyana,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ULameki wahlala iminyaka elikhulu elinamanci asibhozo anamibini; wazala unyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uLameki wahlala iminyaka elikhulu elinamanci asibhozo anesibini, wazala unyana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULameki wayenekhulu linamashumi asibhozo anambini ukuzala kwakhe unyana.