Genesis 5:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wamtiya igama elingu‐Nowa, esiti: Lo uya kusonwabisa pezu kwomsebenzi wetu, napezu kwomzamo wezandla zetu, ngenxa yomhlaba owawuqalekisayo uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamthiya igama elinguNowa, esithi, Lo uya kusithuthuzela emsebenzini wethu, nasekubulalekeni kwezandla zethu, ngenxa yomhlaba awawuqalekisayo uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye wabiza uNowa waza wathi: Uya kusithuthuzela ngenxa yomsebenzi wethu nomzamo wezandla zethu ngenxa yelizwe elizisileyo iNkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi yakuvela loo nkwenkwe: “Lo mntwana uza kusithuthuzela ekubulalekeni kulo mhlaba uqalekisiweyo *nguNdikhoyo.” Wathi ke igama lakhe nguNowa.