Genesis 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Adame iminyaka yalikulu elinamashumi matatu, waza wazala unyana ngemfuzo yake, njengomfanekiso wake, wambiza ngegama elingu‐Shete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAdam wahlala iminyaka elikhulu elinamanci mathathu, wazala unyana ngokufana naye, ngokomfanekiso wakhe, wamthiya igama elinguSete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAdam wahlala iminyaka elikhulu elinamanci mathathu, wazala unyana ngokomfanekiso wakhe, ngokomfanekiso wakhe; wamthiya igama elinguSete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba nekhulu elinamashumi mathathu uAdam, wazala unyana owayefuze yena ncakasana, wathi igama lakhe nguSeti.