Genesis 5:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Lameki wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Nowa, iminyaka yamakulu mahlanu anamashumi alitoba enamihlanu, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ULameki wahlala emveni kokuzala kwakhe uNowa iminyaka emakulu mahlanu anamanci asithoba anamihlanu; wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuzala uNowa, uLameki wahlala iminyaka engamakhulu amahlanu anamashumi asibhozo yedwa aneshumi elinesihlanu, waza wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULameki wahlala amakhulu amahlanu anamashumi asithoba anesihlanu emva koko. Wazala nabanye abantwana.