Genesis 5:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Nowa ebeyiminyaka yamakulu mahlanu ubudala bake; waza u‐Nowa wazala u‐Sheme, u‐Hame, no‐Jafete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uNowa ebeminyaka imakhulu mahlanu ezelwe; uNowa wazala ooShem noHam noYafete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNowa ube eminyaka imakhulu mahlanu ezelwe, uNowa wazala ooShem noHam noYafete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba makhulu mahlanu eminyaka uNowa wazala oonyana babathathu; yayinguShem, noHam, noYafete.