Genesis 5:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaibe imihla ka‐Adame, emveni kwokuzala kwake u‐Shete, ibiyiminyaka ingamakulu asibozo; wayezala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imihla ka-Adam emveni kokuzala kwakhe uSete yaba yiminyaka emakhulu asibhozo; wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imihla ka-Adam emveni kokuzala kwakhe uSete yaba yiminyaka emakhulu asibhozo; wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAdam wahlala amakhulu asibhozo eminyaka emva koko. Waba nabanye oonyana neentombi.