Genesis 5:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Enoshe iminyaka yangamashumi alitoba, waza wamzala u‐Kenane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEnoshe wahlala iminyaka emashumi asithoba, wazala uKenan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEnoshe wahlala iminyaka emashumi asithoba, wazala uKenan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEnoshe yena wayenamashumi asithoba eminyaka ukuzala kwakhe unyana, uKenan.