Genesis 50:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Josefe wabuyela e‐Jipete, kwa yena, nabazalwana bake, nabo bonke abebenyukile naye ukuya kumncw̔aba uyise, emveni kwokumncw̔aba kwake uyise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wabuyela eYiputa ke, yena nabazalwana bakhe, nabo bonke abenyuka naye beya kumngcwaba uyise, emva kokungcwaba kwakhe uyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wabuyela eYiputa ke, yena nabazalwana bakhe, nabo bonke abenyuka naye beya kumngcwaba uyise, ekungcwabeni kwakhe uyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba emngcwabile uyise, uJosefu wabuyela eJiputa, kunye nabantakwabo kwakunye naloo nginginya yayimkhaphile.