Genesis 50:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bayaleza ku‐Josefe, besiti: Uyihlo wayolela engekabubi ngokuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathumela kuYosefu, besithi, Uyihlo wayolela phambi kokufa kwakhe, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathumela umthunywa kuYosefu, besithi, Uyihlo wawisa umthetho engekafi, wathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bathumela isigidimi ke kuJosefu ukuba sise umlomo othi: “Ubawo wathi ze sithi kuwe, Josefu, uze usixolele ngesenzo esakwenza sona. Sixolele ke ngoko, thina zicaka zikaThixo kabawo.” Zehla iinyembezi kuJosefu akuwuva loo mlomo.