Genesis 50:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayeyalela u‐Josefe izicaka zake incibi zamayeza, ukuba zimnyange uyise; zaza incibi zamayeza zamnyanga u‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wabawisela umthetho abakhonzi bakhe, amagqirha, ukuba amqhole uyise; amagqirha amqhola ke uSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wabawisela umthetho abakhonzi bakhe, ongugqirha, ukuba somele uyise. Ugqirha womisa isidumbu sikaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko wayalela oogqirha ukuba bawuqhole umzimba kayise, ukuze ungonakali. Benjenjalo ke, bamqhola uSirayeli,