Genesis 50:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina okunene nibe nicinga ngakum inkohlakalo; oko kodwa utixo wakucingela okulungileyo, kuze kuti, njengokuba kunjalo kwa namhla nje, kulondolozwe abantu abaninzi ebomini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina nacinga ububi ngam; ke yena uThixo wacinga okulungileyo, ukuze kuthi, njengoko kwenzekileyo namhla, kusinde abantu abaninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina nikhumbula ububi ngam; kodwa uThixo wacinga ukwenza okulungileyo, njengoko kusenjalo namhla, ukuba kusinde abantu abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, nanizimisele ukundenzakalisa, kodwa uThixo yena walijika elo yelenqe labubuhle, khon' ukuze kusinde abantu abaninzi abaphilayo ngoku ngenxa yeso senzo senu.”