Genesis 50:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, ningoyiki; ndonifunzela nina, kwa nentsapo zenu. Waza wabatutuzela, wateta ezintliziyweni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko musani ukoyika; ndonondla nina, nentsapho yenu.Wabathuthuzela ke, wathetha kakuhle nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukoyika ngoku; ndonondla nina, nabantwana benu; Wabathuthuzela waza wathetha nabo ngobubele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho esithi: “Musani ukoyika, ndiza kunigcina nina kunye nabantwana benu.” Wabathuthuzela ngamazwi atsho laphela ixhala.