Genesis 50:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Josefe wema e‐Jipete, yena nendlu kayise: wati u‐Josefe wahlala iminyaka yalikulu lineshumi nye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wena eYiputa, yena nendlu kayise. UYosefu wahlala iminyaka elikhulu elinashumi-nye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wahlala eYiputa, yena nendlu kayise; uYosefu wahlala iminyaka elikhulu elinashumi-nye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu wahlala eJiputa kunye nosapho lukayise, wada wabhubha enekhulu lineshumi leminyaka.