Genesis 50:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabona u‐Josefe abaka‐Frayime abantwana besesitatu isizukulwana; kanjalo abantwana baka‐Makire, unyana ka‐Manase, babezelwe pezu kwamadolo ka‐Josefe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYosefu wabona oonyana besesithathu isizukulwana sikaEfrayim, kwanoonyana bakaMakire, unyana kaManase, ababezalelwe emadolweni kaYosefu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYosefu wabona oonyana bakaEfrayim kwesesithathu isizukulwana; oonyana bakaMagire, unyana kaManase, babezalelwe emadolweni kaYosefu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahlala wada wabona nabantwana bakaEfrayim kwakunye nabantwana babo. Wahlala wada nabantwana bakaMakire unyana kaManase wabangenisa baba yimilowo.