Genesis 50:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wabuba u‐Josefe, eyiminyaka ilikulu lineshumi nye ubudala bake: baye bemnyanga ke, waza wafakwa etyeyeni e‐Jipete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa ke uYosefu engominyaka ilikhulu linashumi-nye;bamqhola; wafakwa etyeyeni eYiputa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uYosefu engominyaka ilikhulu linashumi-nye; bawumisa umzimba wakhe; wafakwa etyeyeni eYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJosefu ke watshabela eJiputa enekhulu lineshumi leminyaka. Bawuqhola umzimba wakhe, bawufaka emkhumbini apho eJiputa.