Genesis 50:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kunyuka naye nenqwelo nabakweli bamahashe; lalilibandla elikulu kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwenyuka naye iinqwelo, nabamahashe, yaba ngumkhosi omkhulu kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka yena eneenqwelo zokulwa, nabamahashe, yaba yindimbane enkulu kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakuziinqwelo zamahashe, kunye nabakhwele amahashe, isisihlwele.