Genesis 6:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayezala u‐Nowa onyana babatatu, u‐Sheme, u‐Hame, no‐Jafete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UNowa wazala oonyana abathathu: uShem noHam noYafete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNowa wazala oonyana abathathu: uShem, noHam, noYafete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNowa wayenoonyana abathathu: uShem, noHam, noYafete.