Genesis 6:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza utixo wakangela umhlaba; bona ke, wawonakele; ngokuba uluntu lonke lube lwonakalisile indlela yalo pezu kwomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo walikhangela ihlabathi, nalo, lonakele! Ngokuba yonke inyama ibiyonakalisile indlela yayo ehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo walikhangela ihlabathi, nalo, libolile; ngokuba yonke inyama ilahlile indlela yayo ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Walibona lonakele ilizwe uThixo, kuba abantu babeziphethe kakubi.