Genesis 6:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kumisa kodwa ucebano lwam nawe; wauya kungena enqanaweni wena, nonyana bako, nomfazi wako, nabafazi bonyana bako kunye nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiwumise umnqophiso wam nawe, ungene emkhombeni wena, noonyana bakho, nomkakho, nabafazi boonyana bakho, ndawonye nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndowumisa mna umnqophiso wam nani; ungene emkhombeni wena, noonyana bakho, nomkakho, nabafazi boonyana bakho, ndawonye nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa wena ndiza kukwenzela umnqophiso. Ngena enqanaweni nomkakho kunye noonyana bakho nabafazi babo,