Genesis 6:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bandula onyana bakatixo babona intombi zabantu ukuba zintle, bazizekela abafazi kuzo zonke abaziqashayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bazibona oonyana bakaThixo iintombi zabantu ukuba zintle, bazeka abafazi kuzo zonke abazinyulayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaThixo babona iintombi zabantu ukuba zizithande; bazizekela abafazi kubo bonke ababanyulayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
oonyana bakaThixo baphandlwa bubuhle beentombi zabantu, bazikhethela abafazi kuzo ngokuzithandela.