Genesis 6:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wenje njalo u‐Nowa; njengoko konke abemyalele ngako Utixo, wenza kwa ngokunjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenza uNowa konke uThixo abemwisele umthetho ngako, wenza njengoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenjenjalo uNowa; njengako konke uThixo abemwisele umthetho ngako, wenjenjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayenza yonke loo nto wayixelelwa nguThixo uNowa.