Genesis 6:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye utixo wabona ukuba inkohlakalo yabantu inkulu emhlabeni, nokuba konke ukucinga kwenkumbulo zentliziyo zabo kukohlakele kodwa imihla yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabona uThixo ukuba ububi babantu bandile ehlabathini, konke ukuyila kweengcinga zentliziyo yabo kubububi bodwa imihla yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabona uThixo ukuba ububi babantu bandile ehlabathini, zonke iingcamango zentliziyo yabo zibububi bodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke uNdikhoyo akukuphawula ukuba ngamatshijolo kwabantu elizweni, nokuthi rhoqo kwabo ukuyila ububi,