Genesis 7:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wati uyehova ku‐Nowa: Ngena wena nayo yonke indlu yako enqanaweni; ngokuba wena ndikubonile ulungile ebusweni bam kwesisizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni, ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni; ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke *uNdikhoyo kuNowa: “Ngena enqanaweni nomkakho kunye nosapho lwakho. Ndiphawule ukuba nguwe wedwa kwesi sizukulwana olilungisa.