Genesis 7:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaye zingena ku‐Nowa enqanaweni ngambini ngambini, kwinyama yonke ekukuyo umoya wobomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
zangena kuNowa emkhombeni, ngambini, ngambini, kwinyama yonke enomoya wokuphila kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zangena emkhombeni noNowa, ngambini, ngambini, kwinyama yonke enomoya wokuphila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kweza inkunzi nemazi yazo zonke izinto eziphilayo, zangena apho enqanaweni ngokomyalelo kaThixo. *UNdikhoyo waluvala ucango akungena uNowa.