Genesis 7:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakwintaka zezulu wotabata ngesixe̔nxe ngesixe̔nxe, inkunzi nemazi yayo; kuze kupiliswe inzalo ebusweni bomhlaba wonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nakwiintaka zezulu ngasixhenxe, ngasixhenxe, inkunzi nemazi, ukuze imbewu igcinakale ehlabathini lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakwiintaka ezisixhenxe zezulu, inkunzi nemazi; ukugcina imbewu iphila kulo lonke ihlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaneendidi zeentaka zibe ngasixhenxe, inkunzi nemazi. Loo nto yenzelwa ukuze zonke ezi ndidi zeenyamakazi neentaka zibuye ziqhame kwakhona elizweni.