Genesis 8:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Puma enqanaweni, wena, nomfazi wako, nonyana bako, nabafazi bonyana bako kunye nawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phuma emkhombeni, wena nomkakho, noonyana bakho, nabafazi boonyana bakho, ndawonye nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phuma emkhombeni, wena nomfazi wakho, noonyana bakho, nabafazi boonyana bakho, ndawonye nawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Phuma enqanaweni kunye nomkakho, noonyana bakho, kunye nabafazi babo.