Genesis 8:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapuma u‐Nowa, nonyana bake, nomfazi wake, nabafazi bonyana bake kunye naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ke uNowa, noonyana bakhe, nomkakhe, nabafazi boonyana bakhe, ndawonye naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ke uNowa, noonyana bakhe, nomkakhe, nabafazi boonyana bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma ke uNowa enqanaweni kunye nomkakhe, noonyana bakhe, kunye nabafazi babo.