Genesis 9:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa kunye nazo zonke izinto ezipilileyo ezikuni, intaka, nenkomo, nazo zonke izilo zomhlaba kunye nani; kuzo zonke ezipumileyo enqanaweni, kude kube kuzo zonke izilo zomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nayo yonke imiphefumlo ephilileyo ekuni, kwiintaka, nakwizinto ezizitho zine, nakwizinto zonke eziphilileyo zehlabathi ezikuni; kwiinto zonke eziphume emkhombeni, ezizizinto zonke eziphilileyo zehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nezinto zonke eziphilileyo ezikuni, neentaka, neenkomo, nezinto zonke eziphilileyo zehlabathi ezikuni; kubo bonke abaphuma emkhombeni, kuzo zonke izinto eziphilileyo zomhlaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nazo zonke izinto eziphilayo: izilo zonke, kunye nempahla efuyiweyo, neentaka zonke; nditsho yonke into ebisenqanaweni kunye nani.