Genesis 9:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, ndakulenza ilifu lisibekelele umhlaba, uze umnyama lowo ubonakale elifini;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, ndakuwusibekelisa ngelifu umhlaba, ubonakale umnyama lowo efini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe ndawusibekelisa ngelifu umhlaba, kobonakala umnyama emafini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanini na xa lisibekele, amafu eziingqimba, ndowukhumbula lo mnqophiso wam kwakuvela umnyama. Nditsho lo mnqophiso ndiwenzele wena nazo zonke izinto eziphilayo, ndisithi andisobe ndilitshabalalise ilizwe kwakhona ngemvula.