Genesis 9:15 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndiya kwandula ndikumbule ucebano lwam, olupakati kwam nani, nazo zonke izinto ezipilileyo, ezenyama yonke; ati amanzi angabuyi abe ngumsingakazi wokutshabalalisa umhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiwukhumbule umnqophiso wam ophakathi kwam nani, nayo yonke imiphefumlo ephilileyo enyameni yonke, angabi sabakho amanzi onogumbe okonakalisa inyama yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuwukhumbula umnqophiso wam ophakathi kwam nani, nayo yonke imiphefumlo ephilileyo enyameni yonke; yaye amanzi akasayi kuphinda abe ngunogumbe okonakalisa inyama yonke.