Genesis 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza utixo wati ku‐Nowa: Lo ngumqondiso wocebano endilumisileyo pakati kwam nayo yonke inyama esemhlabeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo kuNowa, Nguwo lowo umqondiso womnqophiso endiwumisileyo phakathi kwam nayo yonke inyama esehlabathini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uThixo kuNowa, Nguwo lo umqondiso womnqophiso endiwumisileyo phakathi kwam nayo yonke inyama esehlabathini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguwo ke lowo umqondiso womnqophiso endiwenzela yonke into ephilayo.”